Iindawo Zokurenta Inyanga eDowagiac

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-South Bend
Isitudiyo esincinci sakudala - iiblokho eziyi-3 ukuya kwiSibhedlele seSikh
3 Jun – 1 Jul
Yi$836 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-226
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cassopolis
I-Filteraway kwi-Mitchellii Lane
25 Jul – 22 Aga
Yi$1 908 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-308
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Dowagiac
Izindlu Ezisemaphandleni Echibini - Iyunithi 3
19 Epr – 17 Mey
Yi$2 029 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Dowagiac
Ukuthandana Kwakudala Ufumana Ubumnandi obutofotofo kwi-Depot Cottage
26 Epr – 24 Mey
Yi$3 827 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-65

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDowagiac

Wounded Minnow Saloonbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wood Fire Trattoriabayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Caruso Candy & Soda Fountain Since 1922bayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.