Iindawo Zokurenta Inyanga eDowntown Atlanta

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Atlanta
I-Tiny House Oasis kufuphi ne-Atlanta Beltline
29 Jul – 26 Aga
Yi$1 595 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-248
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Candler Park
I-Candler Park Aerie Suite
18 Jun – 16 Jul
Yi$2 129 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-473
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Atlanta
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eyenziwe ngezandla
19 Jul – 16 Aga
Yi$1 522 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-204
ISuperhost
Iflethi e-Downtown Atlanta
I-Luxury Downtown Condo-Rooftop, Ijimu, Indawo yokupaka, Ukubukwa
21 Nov – 19 Dis
Yi$3 237 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-242

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDowntown Atlanta

Georgia Aquariumbayi 2 699 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Umhlaba we-Coca-Colabayi 1 779 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centennial Olympic Parkbayi 526 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Georgia World Congress Centerbayi 176 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IStadium yaseMercedes Benzbayi 1 247 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-State Farm Arenabayi 609 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.