Iindawo Zokurenta Inyanga eDowntown Montreal, Ville-Marie

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-EMontreal
Nantso ke!
7 Feb – 11 Mat
Yi$1 230 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-EMontreal
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ethe cwaka ‘‘ ilali ''
24 Dis – 25 Jan
Yi$1 252 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Montreal
New Studio Condo - Monthly Rental
1 Mat – 2 Epr
Yi$1 718 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Montreal
I-Quebexico Residence! Intle, itofotofo kwaye isondele
1 Aga – 2 Sep
Yi$1 542 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDowntown Montreal, Ville-Marie

Old Montrealbayi 804 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Place des Artsbayi 654 abantu basekuhlaleni abayincomayo
INotre-Dame Basilicabayi 819 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Complexe Desjardinsbayi 177 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Centre Eaton eMontrealbayi 938 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Montreal Convention Centrebayi 102 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.