Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDowntown, Nashville

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-North Nashville
The Johnny Cash Suite! Downtwn/Buc/Grmntwn/BVsta
3 Aga – 2 Sep
Yi$1 792 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Music Row
Stylish Condo 1 block from Vanderbilt!
2 Okt – 1 Nov
Yi$2 945 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Music Row
Beautiful 1-Bed Condo Close to Universities
1–31 Jan
Yi$2 810 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-North Nashville
The Nashville Efficiency! Dwntwn! .5 mi. 2 Grmntwn
12 Jan – 11 Feb
Yi$1 626 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDowntown, Nashville

Bridgestone Arenabayi 535 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ryman Auditoriumbayi 1 292 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Nissan Stadiumbayi 493 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Country Music Hall of Fame neMuziyambayi 1 208 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tootsies Orchid Loungebayi 559 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Broadwaybayi 576 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.