Iindawo Zokurenta Inyanga eDowntown, Raleigh

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Raleigh
Iflethi entle eyi-1 bdrm entliziyweni yedolophu yaseRaleigh
10 Sep – 8 Okt
Yi$2 803 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
ISuperhost
Iflethi e-Raleigh
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yanamhlanje - i
27 Jun – 25 Jul
Yi$2 104 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-277
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Raleigh
I-Downtown Private Oasis w/ Cal King
4 Mey – 1 Jun
Yi$3 194 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Raleigh
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle nehonjiswe ngobugcisa kuf
20 Epr – 18 Mey
Yi$1 843 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-160

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDowntown, Raleigh

Raleigh Convention Centerbayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marbles Kids Museumbayi 171 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Amphitheater ye-Red Hatbayi 98 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Museum yezolimo ze-North Carolinabayi 288 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Moore Squarebayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Whiskey Kitchenbayi 60 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.