Iindawo Zokurenta Inyanga eDowntown San Jose

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Downtown San Jose
Ukuphumelela kufutshane ne-SJSU & SJ Convention Centre
30 Jul – 27 Aga
Yi$1 562 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-175
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Downtown San Jose
Indlu esemaphandleni eDowntown San Jose (Ukuthi zava)
29 Aga – 26 Sep
Yi$2 389 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-244
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Downtown San Jose
Isitudiyo sakho sokungena esinegumbi lokuhlambela elisendlini
18 Epr – 16 Mey
Yi$2 145 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-132
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Downtown San Jose
❤️yeDowntown San Jose Cozy Studio Ukupaka Kwamahala
13 Jul – 10 Aga
Yi$3 018 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDowntown San Jose

SAP Centerbayi 271 abantu basekuhlaleni abayincomayo
San Jose Civicbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
San Jose Center for the Performing Artsbayi 58 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Whole Foods Marketbayi 350 abantu basekuhlaleni abayincomayo
San Jose Improvbayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Trader Joe'sbayi 236 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.