Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDowntown, Winnipeg

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Downtown Winnipeg
Iyunithi Epholileyo Yasedolophini eWinnipeg
24 Epr – 22 Mey
Yi$1 158 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Downtown Winnipeg
I-Downtown Glasshouse Condo
13 Epr – 11 Mey
Yi$1 239 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Downtown Winnipeg
I-Exchange Distr Loft Condo
23 Jul – 20 Aga
Yi$1 389 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint Boniface
Lovely 1 bedroom suite with free parking on site.
20 Nov – 18 Dis
Yi$1 327 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDowntown, Winnipeg

I-Canada Life Centrebayi 110 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Forks Marketbayi 154 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-RBC Convention Centre Winnipegbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Museum yamaHolo eKanadabayi 268 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Burton Cummings Theatrebayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cityplace Winnipegbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Canada
  3. Manitoba
  4. Winnipeg
  5. Downtown
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga