Iindawo Zokurenta Inyanga eDragonja

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Piran - Pirano, Slovenia
I-Old Sea Urchin Stable
1–29 Okt
Yi$1 361 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-230
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Piran - Pirano, Slovenia
Eyona ndawo intle yokubuka ulwandle eGemma ePiran
8 Okt – 5 Nov
Yi$2 569 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
ISuperhost
Indlu e-Koper - Capodistria, Slovenia
Indlu enamagumbi okulala ayi-2 e-Istrian enethala
12 Nov – 10 Dis
Yi$1 796 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112
ISuperhost
Indlu engasemva e-Sečovlje - Sicciole, Slovenia
Holiday House Murva - pet friendly!
16 Sep – 14 Okt
Yi$3 271 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.