Iindawo Zokurenta Inyanga eDrebkau

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cottbus
Isitudiyo kuMbindi weSixeko saseSout
20 Jan – 17 Feb
Yi$1 024 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-266
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kolkwitz
Indlu enento yonke, ethe cwaka naluhlaza
27 Jan – 24 Feb
Yi$1 242 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-137
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cottbus
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofotofo ephandle kwesixeko
16 Jul – 13 Aga
Yi$808 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-55
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hoyerswerda
Incinci kodwa intle!
11 Jan – 8 Feb
Yi$618 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-78

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.