Iindawo Zokurenta Inyanga eDriebruggen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Moordrecht
Indlu esemaphandleni entle kwi-IJssel
11 Feb – 11 Mat
Yi$2 062 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-145
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Reeuwijk
Reeuwijkse Plassen, for Views, Boating and Fishing
21 Sep – 19 Okt
Yi$2 948 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-162
Ithandwa zindwendwe
Indlu yasefama e-Oudewater
I-Condo yanamhlanje yabucala, i-ECO Cheesefarm kufutshane neUtrecht
31 Aga – 28 Sep
Yi$2 734 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-144
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Woerden
Indlu encinci 24m2 (eyakho indawo yokungena) | umbindi wesixeko
22 Jan – 19 Feb
Yi$2 171 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-152

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.