Iindawo Zokurenta Inyanga eDrozdov

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Inqaba e-Kařez
Isikhululo Esingekho Kwi-intanethi
14 Epr – 12 Mey
Yi$1 121 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-196
Ithandwa zindwendwe
Inqaba e-Lužce
I-Chateau Lužce
24 Mey – 21 Jun
Yi$792 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-293
ISuperhost
Itreyini e-Kařez
Iflethi Yakudala Kwisikhululo Sikaloliwe
18 Mat – 15 Epr
Yi$1 722 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-198
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Rokycany
Iflethi okanye indlu ekwicomplex 100 m/2 Rokyany
23 Sep – 21 Okt
Yi$1 480 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-269

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.