Iindawo Zokurenta Inyanga eDrumahoe

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Derry
I-townhouse esembindini wesixeko, indawo entle (TNI Cert)
27 Sep – 25 Okt
Yi$1 645 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Londonderry
I-Ebrington Apartment
17 Sep – 15 Okt
Yi$1 357 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-387
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Derry
Iflethi okanye indlu ekwicomple
23 Epr – 21 Mey
Yi$1 946 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-201
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Londonderry
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwic
21 Sep – 19 Okt
Yi$1 411 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-635

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.