Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDublin

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Dublin
Beautiful In-Law Unit eDublin (Indawo yokungena yabucala)
10 Mey – 7 Jun
Yi$2 474 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Dublin
Iyunithi ye-In-Law yabucala eDublin, CA
23 Jan – 20 Feb
Yi$3 690 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Hayward
Uxolo Olupholileyo Olukhawulezayo Ukuhlamba Iimpahla Umsi Ukhululekile
22 Epr – 20 Mey
Yi$2 279 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-182
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Livermore
Indlu esemaphandleni efudumeleyo, elangeni, neyakho wedwa e-moremore
27 Jan – 24 Feb
Yi$2 423 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-273

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDublin

San Francisco Premium Outletsbayi 170 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Best Buybayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Whole Foods Marketbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hacienda Crossings Shopping Centerbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ipharki yezemidlalo ye-Fallonbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tommy T's Comedy Clubbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.