Iindawo Zokurenta Inyanga eDublin

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Harold's Cross
Umgangatho wokuqala owonwabisayo. kwindawo yaseDublin D6.
29 Jun – 27 Jul
Yi$2 097 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-137
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dublin
Real City Center,New Renovation,Spire View,Amazing
31 Okt – 28 Nov
Yi$4 134 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-163
ISuperhost
Iflethi e-Dublin
I-Temple Bar Emangalisayo, Iflethi Yesixeko
8 Mat – 5 Epr
Yi$4 635 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-473
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dublin
Istudiyo Sesixeko saseZanzibar Locke
14 Nov – 12 Dis
Yi$4 870 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-430

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDublin

Temple Barbayi 529 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Guinness Storehousebayi 950 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Phoenix Parkbayi 1 242 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dundrum Town Centrebayi 143 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dublin Castlebayi 403 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Croke Parkbayi 302 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.