Iindawo Zokurenta Inyanga eDublin Township

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Chambersburg
Cute Place Just Out Of Town With A Country Feel
25 Jul – 22 Aga
Yi$1 319 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Rockhill
Ikona kaMakhulu. Ikhaya lika-1900 elibuyiselweyo.
22 Aga – 19 Sep
Yi$2 487 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-253
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Spring Run
Ubumnandi belizwe obutofotofo
11 Jul – 8 Aga
Yi$2 259 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-174
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Chambersburg
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala elinye enendawo yokungena eyahlukileyo
27 Nov – 25 Dis
Yi$1 919 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-202

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.