Iindawo Zokurenta Inyanga eDuddleswell

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Duddleswell
Istudiyo esiyi-Hundred Acre, indawo yokuphola kwihlathi lase-Ashdown
14 Jun – 12 Jul
Yi$3 080 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-238
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Danehill
Browhill Loft - isitudiyo sangoku, esenziwe ngezandla
6 Okt – 3 Nov
Yi$2 060 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-163
Ithandwa zindwendwe
Uvimba e-Ashdown Forest
Indlu esemaphandleni entle yelizwe eAshdown Forest
26 Okt – 23 Nov
Yi$3 007 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Danehill
Isitudiyo sabathandi belizwe esineendlela ezahlukeneyo zokufikelela
2–30 Aga
Yi$1 955 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-196

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.