Iindawo Zokurenta Inyanga eDurango

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Durango
*I-Suite Retreat* Indawo emangalisayo, iimbono kunye ne-LMT.
Yi$1 681 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Durango
Indlu Yeendwendwe Zanamhlanje e-Town, e-Durango, CO
12 Jun – 10 Jul
Yi$3 142 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Durango
Indlu Encinci Kwiintaba zaseSan Juan
21 Epr – 19 Mey
Yi$2 156 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Durango
I-Spring Road Studio - i-Basecamp ukuya eDurango!
15 Mat – 12 Epr
Yi$3 428 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDurango

Strater Hotelbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Durango ne-Silverton Narrow Gauge Railroad ne-Museumbayi 134 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Steamworks Brewing Companybayi 76 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Carver Brewing Cobayi 50 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Serious Texas BBQ South Durango, CO.bayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.