Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eEkerö

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Ekerö V
I-Cottage ebukekayo i-sauna yabucala kwi-Ekerö Stockholm
23 Epr – 21 Mey
Yi$1 957 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ekerö Ö
I-Idyll ekwifama yamahashe kwimizuzu eyi-40 ukusuka kwisixeko saseStockholm
31 Mat – 28 Epr
Yi$1 211 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Ekerö
Indlu Esemaphandleni Engasemanzini
19 Sep – 17 Okt
Yi$2 775 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Huddinge
Indlu encinci enendawo yokuphola enendawo, ukubuka ichibi nendalo
17 Mat – 14 Epr
Yi$1 916 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseEkerö

Restaurang Jungfrusundbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ekebyhov Castlebayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
ICA Supermarketbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ekebyhovsbackenbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jungfrusunds Marina ABbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bakery Ekeröbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.