Iindawo Zokurenta Inyanga eEl Espinillo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Tejeda
I-La Casita de Coco Tejeda
25 Nov – 23 Dis
Yi$1 986 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-196
Ithandwa zindwendwe
Indlu eyenziwe ngomhlaba e-Artenara
INDLU YOMQOLOMBA kunye NOKUTHULA | Ukusebenza kude | Ukunyuka intaba
16 Epr – 14 Mey
Yi$1 219 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-39
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-La Aldea de San Nicolas de Tolentino
Indlu kaSOPHIE
24 Okt – 21 Nov
Yi$650 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-89
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Valleseco
Bonita casa en un entorno rural tranquilo
24 Mey – 21 Jun
Yi$1 215 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.