Iindawo Zokurenta Inyanga eEl Gigante

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Maravatío
I-Hacienda de Guapamacátaro
14 Jun – 12 Jul
Yi$1 500 ngenyanga
4.59 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-34
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Acámbaro
Indlu esemaphandleni enepuli yabucala
11 Sep – 9 Okt
Yi$1 859 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-70
ISuperhost
Indlu e-Maravatio
Indlu entle kwisikhululo
11 Jan – 8 Feb
Yi$4 361 ngenyanga
4.6 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-48
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Maravatío de Ocampo
Departamento la Estación
16 Epr – 14 Mey
Yi$1 120 ngenyanga
Indawo entsha yokuhlala

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.