Iindawo Zokurenta Inyanga eEl Goro

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Salinetas
Iflethi okanye indlu ekwicomplex kumgca wokuqala wolwandle
17 Mey – 14 Jun
Yi$2 218 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Telde
Iflethi ekuthiwa yiLoft-Atico San Francisco Telde
2–30 Okt
Yi$1 242 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-154
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Telde
I-HŘORICDISTRICT-TELDE INTHEHEART OF SANFRANCISCO1
20 Aga – 17 Sep
Yi$1 423 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-176
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Garita
Iholide yakho emnandi. Ulwandle nezinye izinto onokuzenza.
13 Jul – 10 Aga
Yi$1 501 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-142

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.