Iindawo Zokurenta Inyanga eEl Papagai

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Santa Oliva
I-Cal Boter del Castell, indlu entle elungisiweyo
9 Jan – 6 Feb
Yi$2 838 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-137
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Segur Calafell
I-WIFI ENTLE ENGABHATALELWAYO
10 Nov – 8 Dis
Yi$1 279 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-166
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Castellví de la Marca
Inqolobane Etshintshiweyo Kwifama Yezinto Eziphilayo 2
4 Epr – 2 Mey
Yi$1 399 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-191
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Masllorenç
Indlu enendawo yokuphola esemaphandleni yaseSpeyin enepuli negadi
25 Sep – 23 Okt
Yi$2 520 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-160

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.