Iindawo Zokurenta Inyanga eEl Poblenou, Sant Martí

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-El Poblenou
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yale mihla ePoblenou
6 Jan – 3 Feb
Yi$3 253 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-El Poblenou
Iflethi enamagumbi okulala ayi-2 ePoblenou
21 Nov – 23 Dis
Yi$2 520 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Sant Marti
Encantador Estudio Bien Ubicado
20 Sep – 22 Okt
Yi$1 641 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-El Poblenou
Beautiful, simple and relaxing apartment
10 Epr – 12 Mey
Yi$2 321 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseEl Poblenou, Sant Martí

I-IDEAL Centre for Digital Arts yaseBarcelonabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mercadonabayi 87 abantu basekuhlaleni abayincomayo
L'Aliança del Poble Nou Casinobayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko leMuseu Can Framisbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Meliá Barcelona Skybayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Skate Park Mar Bellabayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.