Iindawo Zokurenta Inyanga eEl Refugio

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rio Grande City
Cozy stay away from home
9 Aga – 6 Sep
Yi$1 507 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Rio Grande City
I-Rancho Esperanza
7 Sep – 5 Okt
Yi$1 667 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-66
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Rio Grande City
Igumbi lokulala eli-2 elithandekayoCondoGatedCommunity igaraji yeemoto ezimbini
25 Okt – 22 Nov
Yi$2 509 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-28
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Rio Grande City
I-Casita de Rio
22 Jun – 20 Jul
Yi$2 840 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.