Iindawo Zokurenta Inyanga eEl Zopilote

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Guasave
ubutofotofo, umgangatho nokhuseleko
18 Sep – 16 Okt
Yi$679 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-49
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Guamúchil
Loft La Luna
28 Jul – 25 Aga
Yi$441 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Guasave
Iflethi entsha esembindini enezinto ezinokusetyenziswa
25 Jul – 22 Aga
Yi$642 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-52
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Guasave
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofotofo nesemb
26 Jul – 23 Aga
Yi$1 717 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-70

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.