Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eElbert

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Elbert
Kanti Water Ranch-prili, indawo entle!
27 Aga – 24 Sep
Yi$4 101 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-229
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Calhan
Indlu Elunxwemeni ⚓️
30 Okt – 27 Nov
Yi$1 477 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-202
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Colorado Springs
Indlu esefama ethe cwaka yamanzi
29 Jan – 26 Feb
Yi$3 865 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-116
Ithandwa zindwendwe
Uvimba e-Colorado Springs
Istudiyo esitofotofo kwi-Black Forest ene-A/C
12 Jul – 9 Aga
Yi$2 132 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-179

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.