Iindawo Zokurenta Inyanga eEldon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Roach
Indlu esemaphandleni ethe cwaka
23 Sep – 21 Okt
Yi$1 174 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-254
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Lake Ozark
I-condo entle netofotofo! Ilala i-WiFi eyi-6 +! 💙☀️ 🛥️ 🏖️ ⚓
22 Epr – 20 Mey
Yi$2 001 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-225
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Montreal
Peaceful 2-bedroom cottage, close to Osage Beach.
27 Dis – 24 Jan
Yi$1 869 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Camdenton
Indlu Esemaphandleni Engaselwandle #6 eFisherwaters Resort
16 Jan – 13 Feb
Yi$342 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-93

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.