Iindawo Zokurenta Inyanga eEldoret

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Eldoret
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enomntu oncedisayo encinci
12 Jan – 9 Feb
Yi$232 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-46
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Eldoret
I-Rorot hlala 'ekhaya elikude nekhaya' Ifumaneka eKapsoya
24 Aga – 21 Sep
Yi$351 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-9
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Eldoret
Ekhaya elineflethi okanye indlu ekwicomplex enegumbi lokulala eliyi-1.
6 Sep – 4 Okt
Yi$421 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Eldoret
Ekhethekileyo | yabucala| eyadini yakho | 1Bdr
4 Epr – 2 Mey
Yi$719 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-29

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseEldoret

Rupa's Mallbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Well Irish Pub & Restaurantbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sunjeel Palace Ltdbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.