Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eElmira

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Eugene
I-Acorn- A Tiny Woodland Retreat
8 Sep – 6 Okt
Yi$1 549 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-135
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Junction City
Indlu esemaphandleni
31 Jan – 28 Feb
Yi$2 069 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Junction City
Indlu esemaphandleni etofotofo ejikelezwe yifama
10 Feb – 10 Mat
Yi$2 553 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
ISuperhost
Indlu encinci e-Eugene
Indlu encinci i-Eugene Friendly Area ethe cwaka neyabucala
20 Dis – 17 Jan
Yi$1 618 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-81

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseElmira

Bush's Fern View Farmsbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
LaVelle Vineyardsbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
United States Postal Servicebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.