Iindawo Zokurenta Inyanga eElsenham

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Essex
ISITUDIYO, INDAWO YOKUPAKA -3.5 mi ISikhululo Seenqwelo-moya i-Stansted- Ilala abantu abayi-4
25 Dis – 22 Jan
Yi$1 683 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-324
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Essex
I-Stansted Coach House - Iflethi yakho wedwa ilala abantu abayi-4
4 Feb – 4 Mat
Yi$3 455 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-156
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Essex
Isihlomelo 2 igumbi lokulala 2 Igumbi lokuhlambela Nr Stansted moya
7 Mey – 4 Jun
Yi$2 706 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-365
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Thorley
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala amabini an
1–29 Nov
Yi$1 840 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-192

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. United Kingdom
  3. England
  4. Essex
  5. Elsenham
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga