Iindawo Zokurenta Inyanga eEurobodalla Shire Council

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Moruya Heads
Iholide yaselwandle kwigadi enkulu
17 Jun – 15 Jul
Yi$1 960 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-224
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Moruya
Ukuya kwiindawo ezisemaphandleni kwimizuzu eyi- ukusuka elunxwemeni, emlanjeni nakwidolophu
22 Epr – 20 Mey
Yi$2 365 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-126
ISuperhost
Indlu e-Malua Bay
I-Tigh Cois Farraige (indlu ngaselwandle) ilungele inja
4 Feb – 4 Mat
Yi$2 168 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Durras North
I-North Durras Beach Cottage
8 Okt – 5 Nov
Yi$1 786 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-758

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.