Iindawo Zokurenta Inyanga eExeter

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Exeter
I-Windynook Apartment. I-Pinhoe.
13 Dis – 10 Jan
Yi$1 764 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Exeter
Ibhedi enye ethe tyaba kufutshane neziko le-Exeter
3–31 Mat
Yi$2 351 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Exeter
Igumbi lasegadini elinendawo yokungena yabucala
2–30 Okt
Yi$1 654 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Exeter
Kulula & Ukuphumla, St Thomas, Exeter.
19 Okt – 16 Nov
Yi$2 754 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseExeter

I-Cathedral ye-Exeterbayi 193 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Princesshaybayi 59 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Royal Albert Memorial Museumbayi 122 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sainsbury'sbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Exeter Corn Exchangebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
University of Exeterbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. United Kingdom
  3. England
  4. Devon
  5. Exeter
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga