Iindawo Zokurenta Inyanga eFukuoka

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Jōnan-ku, Fukuoka-shi
Igumbi lokonwaba (amabhinqa kuphela)幸運の小部屋/‧女性専用
26 Okt – 23 Nov
Yi$629 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-122
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-福岡市東区
I-C301 Indawo elula yokupaka simahla kunye nebhayisekile
9 Okt – 6 Nov
Yi$858 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-142
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-福岡市博多区
GR103 INTENGO ENKULU CUITE INDLU PINK. WIFi
5 Feb – 5 Mat
Yi$1 015 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-169
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-中央区,福岡市
Iflethi ekuthiwa yi-Homely Loft 10mins ihamba eTenjin
18 Nov – 16 Dis
Yi$2 411 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseFukuoka

Hakata Stationbayi 455 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fukuoka Towerbayi 204 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kushida Shrinebayi 224 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Uhadi we-Ohoribayi 85 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fukuoka Parcobayi 97 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Don Quijote Nakasubayi 243 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.