Iindawo Zokurenta Inyanga eFurnace Mountain

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Lovettsville
Indlu Yamaplanga Esecaleni Kweqhwa
11 Jun – 9 Jul
Yi$2 793 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Lovettsville
'I-Waterfront' Kwifama Yembali ka-1796
25 Mey – 22 Jun
Yi$2 406 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-126
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Leesburg
I-Romantic Stone Cottage Circa 1869-75 acres ukunyuka
11 Dis – 8 Jan
Yi$4 362 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-296
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Leesburg
I-Suite GG ~ Phola uze Uyonwabele
6 Sep – 4 Okt
Yi$3 493 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-174

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.