Iindawo Zokurenta Inyanga eFürth

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fürth
Ilungiswe kakuhle. Iflethi eseFürther Altstadt
29 Dis – 26 Jan
Yi$1 445 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Fürth
Iflethi Enomtsalane eStadelhof
22 Dis – 19 Jan
Yi$956 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fürth
Living like at home - Welcome home
10 Mat – 7 Epr
Yi$1 740 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fürth
Iflethi enebhalkhoni. Kufuphi ne-Playmobil kunye neMesse.U-Bahn
22 Jun – 20 Jul
Yi$1 344 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseFürth

Fürthermare Water Parkbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
realbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Grüner Brauhausbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kentucky Fried Chickenbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McDonald'sbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
VAPIANO Restaurantbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Germany
  3. Bavaria
  4. Middle Franconia
  5. Fürth
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga