Iindawo Zokurenta Inyanga eFuttsu

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hodogaya-ku,Yokohama-shi
Igumbi elinye iflethi okanye indlu ekwicomplex entsha e Yokohama kufutshane neKamakura
19 Feb – 19 Mat
Yi$830 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Machida
Iflethi ecocekileyo netofotofo eMakida, eTokyo
18 Jun – 16 Jul
Yi$941 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Fujisawa-shi
Ukulungele ukuhlaziya★ iHonmachi Homes ★ Kuyinto elula kakhulu eFujisakamoto-machi.
18 Jul – 15 Aga
Yi$1 366 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-149
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Futtsu
Wamkelekile kwindawo ekuthiwa yiFuttsuya!
19 Feb – 19 Mat
Yi$2 127 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseFuttsu

Hota shogakko Rest Areabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kannonzaki Parkbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
東京湾フェリー金谷港のりばbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
梅の家bayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tenran Onsenbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Maruhamabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Japan
  3. Chiba Region
  4. Futtsu
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga