Iindawo Zokurenta Inyanga eGaléria

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Calvi
Iflethi okanye indlu ekwicitadel - Ukubuka ulwandle okumangalisayo
18 Dis – 15 Jan
Yi$1 791 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Calvi
jöl mini villa studio style bergerie
27 Dis – 24 Jan
Yi$1 484 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Calvi
Umbono omkhulu wolwandle lwe-T2 Calvi
29 Sep – 27 Okt
Yi$1 463 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Galéria
iflethi okanye indlu ekwicomplex 1 ch-view elwandle-picsin gra eshushu ye-wifi
15 Feb – 15 Mat
Yi$1 878 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGaléria

Vallée du Fangobayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Port de Girolata / Ghjirulatubayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Cabane du Pêcheurbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Delta Fangobayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Ciucciarellabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
L'artigianabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Corsica
  4. Haute-Corse
  5. Galéria
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga