Iindawo Zokurenta Inyanga eGambuk-dong

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hanam-si
NEW Healing Space 31
28 Mat – 25 Epr
Yi$3 424 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-41
ISuperhost
Indlu e-Seoul
Grape mini House (new인테리어) 올림픽공원.아산병원.둔촌역8분(주차불가)
25 Mey – 22 Jun
Yi$1 244 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Seoul
ᰔ장기예약할인ᰔ 포근한 통창 미쁨 코지하우스 | 넷플릭스
15 Mey – 12 Jun
Yi$1 877 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Bangi-dong, Songpa-gu
Jamsil Seoul, Private apartment
3 Feb – 3 Mat
Yi$988 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-28

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.