Iindawo Zokurenta Inyanga eGangdong-gu

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gangdong-gu
Entire Room, No Cleaning fee, Next to Market. #301
27 Okt – 24 Nov
Yi$910 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gangdong-gu
Entire room&bath, Next to St. Market #501
2–30 Jun
Yi$910 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
ISuperhost
Iflethi e-Amsa 1(il)-dong, Gangdong-gu
[Isitishi sase-Amsa 2min] Izinto onokukhetha kuzo ngoxa unesaphulelo sokuhlala ixesha elide ubusuku bonke njengokuba ukwiholide esixekweni!
8 Nov – 6 Dis
Yi$1 201 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-52
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sangil-dong
Godeok Station Disinfection/Quarantine Igqityiwe - 2 imizuzu ukusuka Godeok Station/Gangdong Kyunghee University Hospital/Umatshini wokuhlamba Akukho yokupaka
27 Jul – 24 Aga
Yi$1 436 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-38

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGangdong-gu

Iphakhe yase-Olympicbayi 133 abantu basekuhlaleni abayincomayo
JYP ENTERTAINMENTbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
CGVbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shinsegae E-Mart cheonhojeombayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
emart Myeongilbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Amsa Market stationbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.