Iindawo Zokurenta Inyanga eGaroo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Timbumburi
IParadesi yasemaphandleni- kwimizuzu eyi- ukusuka edolophini
1–29 Jul
Yi$2 539 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-130
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Nundle
IBarn ekwi-417 -iindawo zokuphumla zelizwe
3 Feb – 3 Mat
Yi$2 663 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-231
ISuperhost
Indlu engasemva e-Hillvue
Indawo... indawo... kunye ne-Luxury!
26 Nov – 24 Dis
Yi$1 826 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-262
Ithandwa zindwendwe
Uvimba e-Loomberah
Ilizwe Elihle Elincinci
8 Mey – 5 Jun
Yi$3 026 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.