Iindawo Zokurenta Inyanga eGarraf

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Castelldefels
Indlu ekwicomplex ethe cwaka ekuthiwa yiCastelldefels elunxwem
4 Nov – 2 Dis
Yi$2 029 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sitges
Iflethi entle enepuli neendawo ezijonge ulwandle
2–30 Jan
Yi$2 477 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-163
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sitges
Iflethi okanye indlu ekwicomple
7 Jan – 4 Feb
Yi$3 588 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Sitges
I-Macabeo Apt Old Town Sitges
24 Nov – 22 Dis
Yi$1 712 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-154

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGarraf

La Cúpula Garrafbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chiringuito de Garrafbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Club Esportiu Garrafbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Spain
  3. Catalonia
  4. Barcelona Region
  5. Garraf
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga