Iindawo Zokurenta Inyanga eGeneral Luna

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-General Luna
Anda"s Hideout - Unit2
13 Jul – 10 Aga
Yi$696 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-23
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-General Luna
I-Anda"s Hideout - Iyunithi1
30 Jul – 27 Aga
Yi$718 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-General Luna
Bungalow with Kitchenette in GL (A/C + Pool+WiFi)
3–31 Mey
Yi$1 272 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-42
ISuperhost
Indlu enevaranda e-General Luna
I-Deluxe Bungalow General Luna(A/C & HW + Pool+WiFi)
8 Mey – 5 Jun
Yi$1 132 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-78

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGeneral Luna

Bravo Beach Resort Siargaobayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kermit Surf Resort and Restaurant Siargaobayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Harana Surf Resortbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Daku Island Beachbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
General Luna Local Marketbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Boardwalk @ The Boulevardbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.