Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eGlasgow

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Glasgow
I-Munro Haven eGlasgow - Iflethi Enomtsalane Yesixeko
6 Nov – 4 Dis
Yi$2 386 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Glasgow
I-Munro Haven - I-Chic City Centre Studio Apartment
8 Jan – 5 Feb
Yi$2 373 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Glasgow
Phola uze uphumle @ uxolo lwaseWest End Apartment
28 Jan – 25 Feb
Yi$2 064 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Glasgow
Iflethi Ekwicomplex
15 Dis – 12 Jan
Yi$3 140 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGlasgow

Glasgow Greenbayi 195 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The SSE Hydrobayi 134 abantu basekuhlaleni abayincomayo
George Squarebayi 51 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kelvingrove Parkbayi 367 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko lezithole zeBotaniki zeGlasgowbayi 432 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Kelvingrove Art Gallery ne-Museumbayi 841 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.