Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eGmina Starcza

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Żarki
Iflethi okanye indlu ekwicomplex, iPolomja Enomtsal
27 Mey – 24 Jun
Yi$1 971 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Częstochowa
Iflethi okanye indlu ekwicomplex evulekileyo ekwindawo entle yesixeko
20 Jun – 18 Jul
Yi$792 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-58
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Aleksandria
Stara Izba samotnia blisko natury
21 Jul – 18 Aga
Yi$1 208 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-47
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Częstochowa
I-Studio33m2 Parking Gratis ApartamentyCzestochowaEu
6 Feb – 6 Mat
Yi$845 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-39

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.