Iindawo Zokurenta Inyanga eGmina Stronie Śląskie

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-kłodzki, Poland
Indlu esemaphandleni
30 Jun – 28 Jul
Yi$2 863 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-231
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Polanica-Zdrój, Poland
Indawo epholileyo
5 Mey – 2 Jun
Yi$605 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-195
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bielice, Poland
Igumbi elitofotofo lokunyuka intaba i-Bialskie_2
25 Jan – 22 Feb
Yi$654 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-66
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bielice, Poland
komfortowy Apartament Wędrowca w górach Bialskich
9 Sep – 7 Okt
Yi$910 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-72

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGmina Stronie Śląskie

I-Ski Resort yaseBlack Mountainbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Icango leNtedanabayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stara Kopalnia Uranu - Umbhali Wokuhamba Wokuhamba Ngokupheleleyobayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Schronisko Na Śnieżnikubayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restauracja i Karczma PUCHACZÓWKAbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Museum of Earth in Kletnobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.