Iindawo Zokurenta Inyanga eGmina Wicko

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Łeba
Indlu esemaphandleni epholileyo,enkulu evulekileyo
24 Aga – 21 Sep
Yi$1 686 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Władysławowo
NURT Apartment
3–31 Mat
Yi$955 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Łeba
Misvest Apartament Porto Łeba Nadmorska 33
5 Mey – 2 Jun
Yi$3 182 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gdynia
I-Gdynia, iflethi enokutshona kwelanga okuhle.
1–29 Mey
Yi$725 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGmina Wicko

Wydma Łąckabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iphakamisa ye-Łebabayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sea Park Sarbskbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restauracja Ewa Zapraszabayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Słowiński National Park. Isahluko sokuvelisabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Power Park Lebabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.