Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eGmund am Tegernsee

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gmund am Tegernsee
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enelanga ngqo kwiLake Tegernsee
28 Jan – 25 Feb
Yi$2 456 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gmund am Tegernsee
Iflethi ecaleni kweLake Tegernsee kunye ne-terrace ye-XL
15 Feb – 15 Mat
Yi$2 793 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Waakirchen
FEWO mit 2 Schlafzimmer, Südbalkon und Sauna
24 Sep – 22 Okt
Yi$2 825 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gmund am Tegernsee
I-SassaLodge - Gmund am Tegernsee
1–29 Okt
Yi$2 477 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGmund am Tegernsee

Gut Kaltenbrunn by Käferbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Berggasthof Neureuthbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sommerrodelbahn Oedbergbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Spielbank Bad Wiesseebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Badeparkbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cafe Wagnerbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.