Iindawo Zokurenta Inyanga eGoblin Valley

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Hanksville
I-Granny 's Nook
9 Jul – 6 Aga
Yi$3 272 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-395
ISuperhost
Indlu e-Hanksville
Indlu enamagumbi okulala ayi-4 athuleyo
24 Dis – 21 Jan
Yi$3 254 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-232
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Torrey
Indawo kaJoy noBernie
6 Dis – 3 Jan
Yi$1 828 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-392
ISuperhost
Indlu e-Hanksville
I-Hanksville Red Rock Cave Home - iParadise Yentlango
3–31 Aga
Yi$8 971 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-177

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.