Iindawo Zokurenta Inyanga eGold Coast

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Carrara
I-Central Gold Coast Lavish Private Guesthouse
19 Jan – 16 Feb
Yi$1 116 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Surfers Paradise
Resort Pool 1-BR apartment Dog Friendly
30 Epr – 28 Mey
Yi$2 024 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-210
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Paradise Point
Isixeko esiyiParadesi
30 Mey – 27 Jun
Yi$2 302 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-226
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Broadbeach Waters
I-Nicky 's Villa Broadbeach Water
1–29 Mey
Yi$1 921 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-157

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGold Coast

Pacific Fair Shopping Centrebayi 1 254 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Harbour Town Premium Outletsbayi 445 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Broadwater Parklandsbayi 101 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Robina Town Centrebayi 212 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sanctuary Covebayi 81 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Australia Fair Shopping Centrebayi 187 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.