Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eGramado

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centro
Isitayile Nokuva Kwintliziyo kaCanela.
7 Okt – 4 Nov
Yi$753 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centro
Apartamento Pedras Altas no centro de Canela
10 Feb – 10 Mat
Yi$565 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gramado
Iflethi okanye indlu ekwicomplex Gramado 14 w/ Air
19 Mat – 16 Epr
Yi$635 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Gramado
Isikhewu
3–31 Mat
Yi$578 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGramado

Ibhayi Emlonyenibayi 100 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Canela - Serra Gaucha / RSbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rua Cobertabayi 284 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hector Pizzariabayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Expogramadobayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
GramadoZoobayi 115 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.